Ringo Madlingozi - Poyiyane Lyrics
Get the lyrics to the song: Poyiyane by Ringo Madlingozi at LyricsKeeper.com.
Poyiyane
| Poyiyane Lyrics |
|---|
What Are The Lyrics For Poyiyane By Ringo Madlingozi?
Buya kunje ndiyakthanda
Noba sekutheni na baby, ndiyakuthanda Buya noba sekutheni na Uthando lwam oh luyakuthanda Buya kunje ndiyakthanda Noba sekutheni na baby, ndyakuthanda Buya noba bekutheni na Uthando lwam oh luyakuthanda Uyivile leyo uyivileyo Uyayithemba leyo uyithembayo Uyivile leyo uyivileyo Uyayithemba leyo uyithembayo Ungalahl' imbo ngophoyiyane mntwana Iitshomi zakho ziyakulahlekisa Ungalahl' imbo ngophoyiyane mntwana Iitshomi zakho ziyakulahlekisa Hlekisa ah Hlekisa ah Bamba nasi' isandla sam Ungandiyeki, uzolahleka Ndithi bamba nants' ibhatyi yam Ungayilahli bazokuhleba (my baby) Bamba nasi' isandla sam Ungandiyeki, uzolahleka Ndithi bamba nants' ibhatyi yam Ungayilahli bazokuhleba (my baby) Ungalahl' imbo ngophoyiyane mntwana Litshomi zakho ziyakulahlekisa Ungalahl' imbo ngophoyiyane mntwana Iitshomi zakho ziyakulahlekisa Hlekisa ah Hlekisa ah Ungalahl' imbo ngophoyiyane mntwana Litshomi zakho ziyakulahlekisa Ungalahl' imbo ngophoyiyane mntwana Iitshomi zakho ziyakulahlekisa Hlekisa ah |
Who Wrote Poyiyane By Ringo Madlingozi?
Siqula Mkhululi, Ringo Madlingozi
|
What's The Duration Of The Poyiyane By Ringo Madlingozi?The duration of Poyiyane is 5:56 minutes and seconds. |
More Lyrics
0 | 1 | 2 | 3 | 4 | 5 | 6 | 7 | 8 | 9 | A | B | C | D | E | F | G | H | I | J | K | L | M | N | O | P | Q | R | S | T | U | V | W | X | Y | Z
Lyrics Of The Day
- Abraham: God God came down from heaven yesterday…
- Big Syke: Picture Me Rollin Yeah…
- Rodolfo: Feliz Nochebuena Ay quĂ© buena es noche buena (con felicidad)…
- Jai Bandaros: The Most Beautiful Girl Hey, did you happen to see the most beautiful girl in the world?…
- Born Again Horny Men Of Edinburgh: Leeds United We watch you…