Simphiwe Dana - Chula Ukunyathela Lyrics
Get the lyrics to the song: Chula Ukunyathela by Simphiwe Dana at LyricsKeeper.com.
Chula Ukunyathela
| Chula Ukunyathela Lyrics |
|---|
What Are The Lyrics For Chula Ukunyathela By Simphiwe Dana?
Wo yi ho ho ho
Chula ukunyathela ntombi Sizohamba inde lendlela Wo yi ho ho ho inde lendlela Chula ukunyathela ntombi Sizohamba inde lendlela Wo yi ho ho ho inde lendlela Chula ukunyathela ntombi Sizohamba inde lendlela Wo yi ho ho ho inde lendlela Chula ukunyathela ntombi Ndibangathi akuphele akuphele Wo yi ho ho ho Chula ukunyathela ntombi Ndiba ndiba ngathi akuphele akuphele Wo yi ho ho ho Chula ukunyathela ntombi Ndiba ndiba ngathi akuphele akuphele Ha ha ha ha ha Chula ukunyathela ntombi Ndiba ndiba ngathi akuphele akuphele Ha ha ha ha ha Ndizokhwela mama Nants’ibhas’iy’eGoli Iy’eGoli Ndizokhwela mama Nants’ibhas’iy’eGoli Iy’eGoli Ndizotshitsha Mjoli Xa ndifik’Egoli Xa ndifik’Egoli wo ho Ndizotshitsha Mjoli Xa ndifik’Egoli Xa ndifik’Egoli wo ho Yenza njalo Mjoli Chula (Wo yi ho ho ho) Yenza njalo Mjoli Chula (Wo yi ho ho ho) Inde lendlela Chula ukunyathela ntombi Sizohamba inde lendlela Wo yi ho ho ho Inde lendlela Chula ukunyathela ntombi Sizohamba inde lendlela Wo yi ho ho ho Inde lendlela Chula ukunyathela ntombi Ndiba ngathi akuphele akuphele Ha ha ha ha ha Chula ukunyathela ntombi Ndiba ndiba ngathi akuphele akuphele Ha ha ha ha ha Chula ukunyathela ntombi Ndiba ngathi akuphele akuphele Ha ha ha ha ha Ndiba ndiba ngathi akuphele akuphele Ha ha ha ha ha Ndizokhwela mama Nants’ibhas’iy’eGoli Iy’eGoli Ndizokhwela mama Nants’ibhas’iy’eGoli Iy’eGoli Ndizotshitsha Mjoli Xa ndifik’Egoli Xa ndifik’Egoli wo ho Ndizotshitsha Mjoli Xa ndifik’Egoli Xa ndifik’Egoli wo ho Yenza njalo Mjoli Chula (Wo yi ho ho ho) Yenza njalo Mjoli Chula (Wo yi ho ho ho) Inde lendlela Chula ukunyathela ntombi Sizohamba inde lendlela Wo yi ho ho ho Inde lendlela Chula ukunyathela ntombi Sizohamba inde lendlela Wo yi ho ho ho Inde lendlela Chula ukunyathela ntombi Sizohamba inde lendlela Wo yi ho ho ho Inde lendlela Chula ukunyathela ntombi Sizohamba inde lendlela Wo yi ho ho ho Inde lendlela Chula ukunyathela ntombi Sizohamba inde lendlela Wo yi ho ho ho Inde lendlela Chula ukunyathela ntombi Sizohamba inde lendlela |
Who Wrote Chula Ukunyathela By Simphiwe Dana?
Simpiwe Dana
|
What's The Duration Of The Chula Ukunyathela By Simphiwe Dana?The duration of Chula Ukunyathela is 6:56 minutes and seconds. |
More Lyrics
0 | 1 | 2 | 3 | 4 | 5 | 6 | 7 | 8 | 9 | A | B | C | D | E | F | G | H | I | J | K | L | M | N | O | P | Q | R | S | T | U | V | W | X | Y | Z
Lyrics Of The Day
- Abraham: God God came down from heaven yesterday…
- Big Syke: Picture Me Rollin Yeah…
- Rodolfo: Feliz Nochebuena Ay qué buena es noche buena (con felicidad)…
- Jai Bandaros: The Most Beautiful Girl Hey, did you happen to see the most beautiful girl in the world?…
- Born Again Horny Men Of Edinburgh: Leeds United We watch you…